Notice is hereby given in terms of Section 29(2) of the Local Government: Municipal Structures Act, No 117 of 1998, that a VIRTUAL COUNCIL MEETING of the Theewaterskloof Municipality will be held on TUESDAY, 25 AUGUST 2020 at 14:00.
We look forward to you joining us for the abovementioned meeting. The zoom link for the meeting can be requested from Thursday 20 August 2020 until Monday 24 August 2020 from Marelize Faul at marelizefa@twk.org.za. Please note that a zoom meeting will shut down after 40 minutes and do you need to use the link again to log in.
Isaziso sinikezelwa ngokweCandelo 29 (2) loRhulumente wamaKhaya: UMthetho wokwaKhiwa kooMasipala, iNombolo 117 ka-1998, - ukuba NGOLWESIBINI umhla we- 25 AGASTI 2020, ngo- 14:00 kuzakubakho INTLANGANISO YEBHUNGA NGONXIBELELWANO kaMasipala waseTheewaterskloof.
Sijonge ngolangazelelo ukuqhagamshelana nawe kulentlanganiso ingasentla. Ikhonkco lalentlanganiso linokucelwa ukusuka ngoLwesine we-20 ku-Agasti 2020 kude kube nguMvulo umhla we-24 ka- Agasti 2020 kuMarelize Faul apha marelizefa@twk.org.za. Nceda uqaphele ukuba intlanganiso yokunxibelelana iyakuzicima emva kwemizuzu engama-40 kwaye kufuneka usebenzise ikhonkco kwakhona ukuze ungene.
Kennis geskied hiermee ingevolge Artikel 29(2) van die Plaaslike Regering: Wet op Munisipale Strukture, nr 117 van 1998, dat ‘n VIRTUELE RAADSVERGADERING van die Theewaterskloof Munisipaliteit op DINSDAG, 25 AUGUSTUS 2020 om 14:00 gehou sal word.
Ons sien uit daarna dat u by ons sal aansluit vir bogemelde vergadering. Die zoom skakel vir die vergadering kan by Marelize Faul by marelizefa@twk.org.za aangevra word vanaf Donderdag 20 Augustus 2020 tot Maandag 24 Augustus 2020. Let asb daarop dat die zoom vergadering na 40-minute afskakel en moet die skakel weer gebruik word om in te teken.
D Louw
Acting MUNICIPAL MANAGER
Ibambela MANEJALA KAMASIPALA
Wnde MUNISIPALE BESTUURDER
PO Box 24/Posbus 24
CALEDON
7230